Recent Posts

Sichumile Isixhosa Grade 8 Teacher’s Guide Lifetime License

R223,60

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: nÔÇótlzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye.nÔÇótlxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.nÔÇótlziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa. kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela.nÔÇótlyamkhokela ngokukuko utitshala. kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye.nÔÇótlkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.nÔÇótlyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi. incwadi yokufunda nencwad i katitshala.nZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 8 nSichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 8

Authors

Language

ISBN

9780796047618

Number Of Pages

0

File Size

3.10 mb

Format

PDF

Reviews

There are no reviews yet.

Be the first to review “Sichumile Isixhosa Grade 8 Teacher’s Guide Lifetime License”

Your email address will not be published. Required fields are marked *