Recent Posts

KwaXhosa Zibenza Zibutya (IsiXhosa HL) Grade 9 Reader ePDF (1-year licence)

R85,22

Ukufunda kuluchumanco! Uqala ufumane ulwazi olungephi, ungazi ukuba kuzakwenzeka ntoni. Njengoko ufunda ufumana iimvakalelo ezahlukeneyo; ufunde ngeenkcukacha ezintsha kwaye ube yinxalenye yezinto ezenzekayo ezithi zibe ngumothuko. Ekupheleni kolu hambo, ufunda lukhulu kwaye ufumone ulonwabo olukhulu!

Yonwabela ukufunda kwincwadi yakho uKwaXhosa Zibenza Zibutya Ibanga 9 Incwadi Yokufunda.

Incwadi yakho yokufunda uKwaXhosa Zibenza Zibutya ikunika ezi zifundo zilandelayo:

  • Iintsomi;
  • Amabali amafutshane;
  • Isihobe;
  • Umdlalo weqonga.

This eBook is in ePDF format, which enables you to:

  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.
Authors

Language

Publisher

ISBN

9780796254108

Number Of Pages

176

File Size

8.38 mb

Format

PDF

Edition

1

Published

31-01-2015

Reviews

There are no reviews yet.

Be the first to review “KwaXhosa Zibenza Zibutya (IsiXhosa HL) Grade 9 Reader ePDF (1-year licence)”

Your email address will not be published. Required fields are marked *