Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: nÔÇótIzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangcison!twe-CAPS kwisifundo ngasinye.nÔÇótIxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.nÔÇótIziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela.nÔÇótIyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye.nÔÇótIkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.nÔÇótIyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala.nnZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi lbanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda lbanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala lbanga 8

Isixhosa Ngumdiliya Grade 8 Teacher’s Guide Lifetime License
R94,41
Authors | |
---|---|
Language | |
Copyright | |
Publisher | |
ISBN | 9780796046710 |
Number Of Pages | 0 |
File Size | 1.55 mb |
Format | |
Edition | 1 |
Published | 01-10-2017 |
Reviews
There are no reviews yet.