Recent Posts

Isixhosa (Hl) Grade 9 Novel – Imfundo Ayigugelwa Library

R27,03

Le yinovelana enjongo yayo ikukubonisa ukubaluleka kwemfundo kubomi esibuphilayo bale mihla. Umxholo webali elikule noveli nujolise ekuphuhliseni ukuba imfundo ayigugelwa, nokuba abanye abantu sele bekubona ungathi umdala kangakanani na, izikolo zona ziya kuhlala zivuliwe kuye wonke umntu, ngokweendidi ngeendidi zazo, ukuze bonke abo banalo ithuba, baqhubeke bafunde. Zonke izinto eziqhubeka kweli bali lale noveli zizinto esiphila phakathi kwazo imihla ngemihla. Le ncwadi ivela nenkuthazo ekugqibeleni, kuye wonke umntu onenjongo nonebhongo ngobomi bakhe.

Authors

Language

Publisher

ISBN

9780796046864

Number Of Pages

0

File Size

0.70 mb

Format

PDF

Edition

1

Published

01-10-2017

Reviews

There are no reviews yet.

Be the first to review “Isixhosa (Hl) Grade 9 Novel – Imfundo Ayigugelwa Library”

Your email address will not be published. Required fields are marked *